Ngena Noah by Bucy Radebe

Bucy Radebe Ngena Noah MUSIC by Bucy Radebe: Check-Out this amazing brand new single + the Lyrics of the song and the official music-video titled Ngena Noah mp3 from SPIRITUAL ENCOUNTER ALBUM by a renowned & anointed Christian music artist Bucy Radebe

Stream and Download this amazing mp3 audio single for free and don’t forget to share with your friends and family for them to be a blessed through this powerful & melodius gospel music, and also don’t forget to drop your comment using the comment box below, we look forward to hearing from you. Thanks!! . #GospelJingle

DOWNLOAD HERE

Bucy Radebe Ngena Noah Lyrics
Ngena Noah
Ngena Noah
Ngena Noah
Nesizukulwana sakho
Ngena Noah
Ngena Noah
Ngena Noah
Nesizukulwana sakho

Hey imvul’isitsho (Ngena Noah
Imvul’isitsho (Ngena Noah)
Iyeza imvul’isitsho (Ngena Noah)
Hey ngena Noah (Nesizukulwana sakho )

Iyeza imvul’isitsho (Ngena Noah)
Iyeza imvul’isitsho bo (Ngena Noah)
Iyeza imvul’isitsho (Ngena Noah)
Ngena Noah (Nesizukulwana sakho )

Ngena Noah (Ngena Noah)
Ngena nendlu yakho (Ngena Noah)
Ngena Noah (Ngena Noah)
Ngena Noah (Nesizukulwana sakho )

Oh ngena (Ngena )
Ngena ngena (Ngena)
Eh indawo (Indawo isekhona)
Ngena ngena (Ngena)
Ngena ngena (Ngena)
Indawo isekhona (Indawo isekhona)

Ngena Noah (Ngena Noah)
Ngena nendlu yakho (Ngena Noah)
Ngena nendlu yakho (Ngena Noah)
(Nesizukulwana sakho )

Izamosheka indlela (Ngena Noah)
Ixesha limkile ngena (Ngena Noah)
Ngena Noah (Ngena Noah)
Ngena Noah (Nesizukulwana sakho)

Ixesha limkile ngena (Ngena Noah)
Ngena nendlu yakho (Ngena Noah)
Uzamxolo usefikile (Ngena Noah)
(Nesizukulwana sakho)

Ngena Noah (Ngena Noah)
Ngena nendlu yakho (Ngena Noah)
(Ngena Noah)
(Nesizukulwana sakho)

Ngena ngena (Ngena Noah)
Ngena Noah (Ngena)
Indawo isekhona (Indawo isekhona)
Ngena (Ngena )
Ngena (Ngena )
Indawo isekhona (Indawo isekhona)

Ngena Noah (Ngena Noah)
(Ngena Noah )
(Ngena Noah )
(Nesizukulwana sakho)

Ngena Noah (Ngena Noah)
Ngena (Ngena Noah)
Isikhathi sisekhona (Ngena Noah)
(Nesizukulwana sakho)

Hallelujah

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here