Ngu Mama by Vusi Nova

NEW 2024 LATEST GOSPEL MUSIC ALERT; Vusi Nova Ngu Mama MP3 by Vusi Nova Check-Out this amazing brand new single + the Lyrics of the song and the official music-video titled Ngu Mama from NGUMAMA ALBUM by a renowned & anointed Christian music artist Vusi Nova

Stream and Download this amazing mp3 audio single for free and don’t forget to share with your friends and family for them to be a blessed through this powerful & melodius gospel music, and also don’t forget to drop your comment using the comment box below, we look forward to hearing from you. Thanks!! . #GospelJingle

DOWNLOAD HERE

Vusi Nova Ngu Mama Lyrics
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Mamam oh sekuyiminyaka
Sekuyiminyaka wandishiya
Wena uhlala unam
Endleleni zam
Wena uhlal’ukhona ecaleni kwam
Mama ndiyonk’intwendiyiyo
Ndiliyoko-yoko nje nguwe umama
Mama yonk’intwendiyiyo
Ndiliyoko-yoko nje nguwe umama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Mama nangoku ndisabulela
Ngothando ondiphe lona lonke leminyaka
Mama nangoku usaqhubeka
Ukundikhusela zinto zalohlaba
Mama ndiyonk’intwendiyiyo
Ndiliyoko-yoko nje nguwe mama
Mama ndiyonk’intwendiyiyo
Ndiliyoko-yoko nje nguwe mama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndiliyoko-yoko
Ndinje nje nje nje ngumamama
Ndinje nje nje nje ngumamama

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here