African Music Zahara – Iphupho Lam’

Zahara – Iphupho Lam’

Iphupho Lam’ by Zahara

Zahara Iphupho Lam’ MUSIC by Zahara: Check-Out this amazing brand new single + the Lyrics of the song and the official music-video titled Iphupho Lam’ mp3 by a renowned and Anointed Christian music artist Zahara

Stream and Download this amazing mp3 audio single for free and don’t forget to share with your friends and family for them to be a blessed through this powerful & melodius gospel music, and also don’t forget to drop your comment using the comment box below, we look forward to hearing from you. Thanks!! . #GospelJingle

DOWNLOAD HERE

Zahara Iphupho Lam’ Lyrics
Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny’ imini
Zizophumelela

Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxayakho
Empilweni ndizawuphumelela ngenxayakho
Ndiyabulela enkosi kuwe

Ndibalekela kuwe (Ah ah ah ah)
Ungenza msulwa (Ah ah ah ah)
Nom mhlaba ungasohlukanisa (Ah ah ah ah)

Phupho lwami
Dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka (cenenene uyeswangweni)
Phupho lwami
Dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka (cenenene uyeswangweni)

Ndibalekela kuwe (Ah ah ah ah)
Ungenza msulwa (Ah ah ah ah)
Nom mhlaba ungasohlukanisa (Ah ah ah ah)

Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny’ imini
Zizophumelela

Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxayakho

Ndibalekela kuwe (Ah ah ah ah)
Ngooba undenza msulwa (Ah ah ah ah)
Nom mhlaba ungasohlukanisa (Ah ah ah ah)

Phupho lwami
Kha udibane nami
Xa ukhona kuyenzeka (cenenene uyeswangweni)
Phupho lwami
Hlangana nami
Xa ukhona kuyenzeka (cenenene uyeswangweni)

Phupho lwami
Dibana nami
Xa ukhona kuyenzeka (Kuzokwenzeka)

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here