Nyamezela by Zahara

Zahara Nyamezela MUSIC by Zahara: Check-Out this amazing brand new single + the Lyrics of the song and the official music-video titled Nyamezela mp3 by a renowned and Anointed Christian music artist Zahara

Stream and Download this amazing mp3 audio single for free and don’t forget to share with your friends and family for them to be a blessed through this powerful & melodius gospel music, and also don’t forget to drop your comment using the comment box below, we look forward to hearing from you. Thanks!! . #GospelJingle

DOWNLOAD HERE

Zahara Nyamezela Lyrics
Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe
Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe

Namhlanje ndinokholo
Ubomi buzitshintsha
Ndibon’ ilizwe elitsha sinothando

Andina nto esedleni
Ndize kanye Nkosi
Liwa libhek’ umoya akukho themba

Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe
Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe

Kubethan’ incinga
Ndihambe ndibuye kuwe ndlela
Namhlanje ndinethemba
Ubomi buzotshintsha eish

Ndikhula ndinesihlahla ngumthunzi wam
Namhlanje ndinethemba
Ubomi buzotshintsha

Ndandisiya nezihlwele ku indlu yakho
Namhlanje ndindondwa
Undithembisile wathi uzobuya
Ndibe kuwe ndlela
Namhlanje ndindondwa

Ndandisiya nezihlwele ku indlu yakho
Namhlanje ndindondwa
Undithembisile wathi uzobuya
Ndibe kuwe ndlela
Namhlanje ndindondwa

Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe
Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe

Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe
Ndizonyamezela ndize ndifike kuwe
Ndizonyamezela imihla yam yolulwe

LEAVE A REPLY

Please enter your comment!
Please enter your name here